Qhagamshelana nathi ku  reservations@capesuites.co.za uzikhethele igumbi ngexabiso elikhethekileyo lasebusika, uhlawule iR780 kuphela ngabantu abayi 2 kwi Classic Studio Apartment okanye iR690 umntu omnye.

I – Classic Studios zinegunjana elincinci eline bhafu, ishower, ikhitshi,indawo yokuhlala kwakunye nendawo yokusezela umoya opholileyo. La magumbi angahlala umntu omnye okanye ababini kwaye akwanayo neTea, iKofu, iTV eneDSTV, iAir Conditioner, umnxeba, iHairdyer nebhokisi yokugcina imali okanye izinto zakho ezibalulekileyo.

Contact us to book  Sitsalele umnxeba namhlanje ku +27 (0)21 461-0727

First Name :
Surname :
E-mail :
Phone No :
Arrival : Departure :

Adults :
Children Under 12 :
Infants :
Comments :